NgoNovemba 12, 2013, iArmenia yakhulula onke amaNgqina kaYehova awayebanjelwe ukungafuni ukuya emkhosini ngenxa yezazela zawo. Le vidiyo ibonisa indlela ityala elikhulu eliye laphumela ngayo ekukhululweni kwala maNgqina.