I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

EZISEMATHENI

Ezazwenibanzi

MEYI 4, 2016

AmaNgqina Alungiselela Indibano Yengingqi ka-2016 Yokungagungqi Ekukhonzeni UYehova

AmaNgqina kaYehova aza kuba nendibano yengingqi ka-2016 enomxholo othi “Ungagungqi Ekukhonzeni UYehova!” Iindibano zengingqi ehlabathini lonke. Bonke abantu bayamenywa ukuba beze kule ndibano yasimahla yeentsuku ezintathu.

FEBRUWARI 25, 2016

Ehlabathini Lonke AmaNgqina KaYehova Amema Abantu Abangakumbi KwiSikhumbuzo Sokufa KukaKristu

AmaNgqina kaYehova aza kuba nephulo ehlabathini lonke lokumema abantu kwisikhumbuzo sokufa kukaKristu, esiza kuba ngoMatshi 23, 2016.

APRILI 30, 2015

AmaNgqina KaYehova Azisa Ngeendibano Zawo Zengingqi Zika-2015 Eziza Kuqala NgoMeyi

Iindibano zengingqi zika-2015 zamaNgqina KaYehova ezinomxholo othi “Yiba NjengoYesu!” ziza kubonisa indlela wonk’ umntu anokuncedakala ngayo ngokuba njengoYesu. Ezi ndibano ziza kuba phakathi kukaMeyi 2015 noJanuwari 2016 ehlabathini lonke.