Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

AGASTI 10, 2015
EZIMBABWE

Indibano Yezizwe Ngezizwe Ngo-2014—Udliwano-ndlebe Nomphathiswa Wezokhenketho WaseZimbabwe

Indibano Yezizwe Ngezizwe Ngo-2014—Udliwano-ndlebe Nomphathiswa Wezokhenketho WaseZimbabwe

Kudliwano-ndlebe olukhethekileyo kwikomkhulu lamaNgqina kaYehova, uWalter Mzembi, onguMphathiswa Wezokhenketho kwiRiphabliki yaseZimbabwe, ubalisa ngendlela indibano yezizwe ngezizwe eyayibanjelwe eHarare ngoAgasti 2014 eyabuchaphazela ngayo ubomi babantu.