Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

AGASTI 10, 2015
EZIMBABWE

Indibano Yezizwe Ngezizwe Ngo-2014—Udliwano-ndlebe Nommeli Weofisi Yesebe EZimbabwe

Indibano Yezizwe Ngezizwe Ngo-2014—Udliwano-ndlebe Nommeli Weofisi Yesebe EZimbabwe

Kudliwano-ndlebe olwalusenziwa eNew York, uJohn Jubber, omela iofisi yesebe yamaNgqina kaYehova eZimbabwe, uthetha ngendlela eyabachaphazela ngayo abantu indibano yezizwe ngezizwe eyayibanjelwe eHarare ngoAgasti 2014.