Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

EZISEMATHENI

EZimbabwe

AGASTI 10, 2015

Indibano Yezizwe Ngezizwe Ngo-2014—Udliwano-ndlebe Nomphathiswa Wezokhenketho WaseZimbabwe

Kudliwano-ndlebe olukhethekileyo kwikomkhulu lamaNgqina kaYehova, uWalter Mzembi, onguMphathiswa Wezokhenketho kwiRiphabliki yaseZimbabwe, ubalisa ngendlela indibano yezizwe ngezizwe eyayibanjelwe eHarare ngoAgasti 2014 eyabuchaphazela ngayo ubomi babantu.

AGASTI 10, 2015

Indibano Yezizwe Ngezizwe Ngo-2014—Udliwano-ndlebe Nommeli Weofisi Yesebe EZimbabwe

UJohn Jubber uthetha ngendlela eyabachaphazela ngayo abantu indibano yezizwe ngezizwe eyayibanjelwe eHarare ngoAgasti 2014.

AGASTI 10, 2015

AmaNgqina AseZimbabwe EbeneeNdibano Ngo-2015 Ezinomxholo Othi, “Yiba NjengoYesu!” Emva Konyaka Bekukho Eyezizwe Ngezizwe

Indibano yezizwe ngezizwe yango-2014 yaba yeyona inkulu nesematheni kwiindaba zaseZimbabwe, ibe yenza abantu bakhangela phambili kwiindibano zalo nyaka.