Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

EZISEMATHENI

ERashiya

JULAYI 21, 2017

Abazalwana Abasuka Kumazwe Ahlukahlukeneyo Baxhase Abazalwana BaseRashiya KwiNkundla Ephakamileyo

IQumrhu Elilawulayo lamaNgqina KaYehova lilungiselele abazalwana abasuka kumazwe amathathu ukuba baye eMoscow.

JUNI 26, 2017

Abasemthethweni BaseRashiya Babulela AmaNgqina KaYehova Nelinye Elizalelwe EDenmark Elibanjiweyo Ngomsebenzi Awenzele Abantu

Abasemthethweni kwidolophu yaseRashiya iOryol babulela amaNgqina KaYehova ngomsebenzi awenzele abantu. Kuloo maNgqina kwakukho uDennis Christensen, osanduvalelwa ngenxa yokunqula ngoxolo.

JUNI 21, 2017

Ividiyo Yamapolisa AseRashiya Ephazamisa Intlanganiso Yonqulo

NgoMeyi 25, 2017, amapolisa aphethe imipu nabantu beFederal Security Service (FSB) baphazamisa intlanganiso yonqulo yamaNgqina KaYehova eOryol, eRashiya.