Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

EZISEMATHENI

EOstriya

AGASTi 22, 2017

Kwidolophu YaseOstriya Kuhlonitshwa AmaNgqina KaYehova Ayi-31 Awabulawa NgamaNazi

Ilitye LaseTechelsberg lalenzelwe ukukhumbula amaNgqina KaYehova awaphathwa kabuhlungu ngamaNazi ngeMfazwe Yehlabathi II.

OKTOBHA 7, 2015

Utyhilo Litye Lesikhumbuzo LeNgqina LaseAustria Elabulawa NgamaNazi, Usodolophu Sisithethi Esiphambili

UGabriele Votava unikela intetho kukhunjulwa uGerhard Steinacher, iNgqina likaYehova, elabulawa lineminyaka eyi-19 ngenxa yokungavumi ukuxhasa inkonzo yasemkhosini.

JULAYI 21, 2014

AmaNgqina KaYehova Awongwa KwiNkampu Yoxinaniso YaseGusen

NgoAprili 13, 2014, kwatyhilwa ilitye elenzelwe ukukhumbula amaNgqina kaYehova ayi-450 ayebanjwe ngamaNazi kwiinkampu zoxinaniso eziseAustria, iMauthausen neGusen.