I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

APRILI 28, 2015
ENEPAL

Inyikima Enkulu Intlitha INepal

Inyikima Enkulu Intlitha INepal

NgoMgqibelo, ngoAprili 25, 2015, inyikima enkulu yantlitha iKathmandu, elikomkhulu. Emva koko kwabakho iinyikima ezincinci. Kusahlolwa umonakalo, kodwa iofisi yasekuhlaleni yamaNgqina KaYehova eseKathmandu, isandul’ ukunikela ingxelo yokuba kusweleke iNgqina elinye nabantwana balo ababini. Kwakhona zininzi izindlu zamaNgqina ezimkileyo ezinye zazo zimoshakele. Isakhiwo seofisi yasekuhlaleni naso simoshakele kodwa hayi kakhulu. Iofisi yesebe yamaNgqina KaYehova eJapan isebenzisana kunye neofisi yaseNepal ukuncedisa emva kwale ntlekele.

Media Contact(s):

International: J. R. Brown, Office of Public Information, tel. +1 718 560 5000

Japan: Ichiki Matsunaga, tel. +81 46 233 0005

Nepal: Reuben Thapaliya, tel. +977 9813469616