I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

MEYI 31, 2013
EMERIKA

Ukulungiswa KweStanley Theater

Ukulungiswa KweStanley Theater

Amatsha-ntliziyo angamaNgqina kaYehova aye asebenza nzima ukuze alungise iStanley Theater. Esi sakhiwo siseJersey City, eNew Jersey, besikade sisetyenziswa kangangeminyaka engamashumi amathathu ukuze kungenelwe kuso amatheko neendibano ezisekelwe eBhayibhileni. Akungenwa ngamali kuso.