Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

SEPTEMBA 1, 2017
EMERIKA

AmaNgqina KaYehova Azithengisile Izakhiwo Ezimbini EziseBrooklyn

AmaNgqina KaYehova Azithengisile Izakhiwo Ezimbini EziseBrooklyn

NgoAgasti 31, 2017, isakhiwo samaNgqina KaYehova esise-97 Columbia Heights sathengwa. Esi sakhiwo ibilikomkhulu lamaNgqina KaYehova ibe kangangeminyaka eyi-30 ebehlala kuso. Ngaphambili, sasiyihotele iMargaret ibe xa ukuso uyibona kakuhle iEast River nezibuko iManhattan. Esi sakhiwo sikwisithili esinembali iBrooklyn Heights ibe sihle kakhulu. Ngaphambili, ngoAgasti 11, 2017, amaNgqina athengisa nesinye isakhiwo esise-119 Columbia Heights.

Ngoku ikomkhulu lehlabathi lamaNgqina KaYehova liseWarwick, eNew York.

Onokuqhagamshelana Naye:

UDavid A. Semonian, Office of Public Information, +1-845-524-3000