Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

EZISEMATHENI

EJapan

APRILI 24, 2017

Amavolontiya AngamaNgqina Alungise Izindlu Ezingaphezu Kweziyi-300 Emva Kweenyikima EJapan

Amavolontiya olwakhiwo angamangqina agqibe umsebenzi omkhulu wokunceda emva kwentlekele, alungise izindlu zabazalwana awo.

APRILI 29, 2016

Inyikima EJapan

NOVEMBA 26, 2014

AmaNgqina Anceda Amaxhoba Ezikhukula EHiroshima

Izantyalantyala zemvula eHiroshima zakhokelela kwizikhukula ezabulala abantu abamalunga nabayi-74 ibe abangaphezu kwabayi-1 600 basale bengenandawo zokuhlala. Iofisi yesebe yamaNgqina kaYehova eJapan yakhawuleza yaseka ikomiti yokunceda yaza yacela amatsha-ntliziyo amaNgqina ukuze ancede ngokucoca.