I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

DISEMBA 25, 2012
EFRANCE

IFransi Ibuyisela Imali YamaNgqina KaYehova Ebiyitsala Ngokungekho Mthethweni—Udliwano-ndlebe noJean-Claude Pons

IFransi Ibuyisela Imali YamaNgqina KaYehova Ebiyitsala Ngokungekho Mthethweni—Udliwano-ndlebe noJean-Claude Pons

Kule vidiyo uJean-Claude Pons, omela amaNgqina kaYehova aseFransi ucacisa isizathu sokuba urhulumente waseFrensi ebuyisela imali engaphezu kwe-R80 000 000 yamaNgqina kaYehova.