I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

EZISEMATHENI

ECroatia

JANUWARI 13, 2015

AmaNgqina Amkelwe Kumboniso Odumileyo Wokubhengeza Iincwadi

AmaNgqina KaYehova ebekho komnye weyona miboniso iphambili eCroatia, umboniso wokubhengeza iincwadi nezixhobo zokufundisa we-37, ngoNovemba 11-16, 2014.

JULAYI 25, 2014

AmaNgqina Anceda KwiiBalkans

AmaNgqina ancede ngoko nangoko emva kwezikhukula ezehle ngoMeyi 2014, ezingazange zabonwa ngaphambili eBosnia-Herzegovina, eCroatia, naseSerbia.