I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

EZISEMATHENI

EArmenia

JANUWARI 16, 2014

IArmenia Ikhulula Abantu Ababanjelwe Ukungafuni Ukuya Emkhosini

Kwenzeke njani ukuba eli tyala likhulu liphumele ekukhululweni kwabantu abangafuniyo ukuya emkhosini ngenxa yesazela?

NOVEMBA 20, 2013

IArmenia Ikhulula Onke Amabanjwa AngamaNgqina KaYehova

Okwesihlandlo sokuqala eArmenia, ukususela ngo-1993 akukho noba libe linye iNgqina elibanjelwe ukungayi emkhosini ngenxa yeenkolelo zalo.

DISEMBA 3, 2012

IArmenia Iyalelwe Ukuba Ihlawule Umonakalo Ewenzileyo KumaNgqina KaYehova Ayi-17

NgoNovemba 27, 2012, iNkundla yaseYurophu Elwela Amalungelo Abantu yagweba urhulumente waseArmenia ukuba ahlawule imali eziiyuro eziyi-112 000 ($145,226) ngenxa yomonakalo awenze kubantu abayi-17 abaye bala ukwenza umsebenzi wasemkhosini ngenxa yezazela zabo.