Ukususela ngoSeptemba 25, 2017, abaveleli beziphaluka abayi-15 kwabayi-19 banikele ingxelo ethi, liNgqina elinye elonzakeleyo ngenxa yeNkanyamba uMaria. Okwangoku asikayifumani ingxelo kubaveleli abane abakwisiqithi esisentshona ngenxa yokuba kunzima ukuthetha nabo. Abazalwana abakwiziphaluka ezikufuphi bafune izithuthuthu neemoto ukuze bayokuhlola imeko.

Siqhubeka sibathandazela abazalwana noodade wethu.—Yakobi 5:16 Onokuqhagamshelana Naye:

UDavid A. Semonian, Office of Public Information, +1-845-524-3000