NgoSeptemba 14, 2017, umzantsi wonxweme lwePasifiki lwaseMexico untlithwe yiNkanyamba uMax, ekugqibeleni eyaba sisaqhwithi. Le nkanyamba yabangela umoya onamandla neemvula ezenza umonakalo.

Kusahlolwa ukuba ungakanani umonakalo owenziwe yile nkanyamba. Okubuhlungu kukuba omnye umzalwana wethu usweleke ngoxa ebenceda abamelwane. Iofisi yesebe yaseMexico isebenza kunye neekomiti zokunceda namabandla asekuhlaleni ukuze ixhase abo bachatshazelwe yile nkanyamba.

Ongaqhagamshelana Nabo:

Ehlabathini: UDavid A. Semonian, Office of Public Information, +1-845-524-3000

EMexico: UGamaliel Camarillo, +52-555-133-3048