Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Iingoma ZeJW Broadcasting

Vel’ Uqale

Vel’ Uqale
BUKA
Inkcazelo
Umfanekiso
  1. 1. Ukuba ngu-,

    Vulindlela.

    Kwenza umkho-

    Nze ngokuzeleyo.

    Qala ngoku

    Lingakupho-,

    sithuba lokukho’-

    nz’ uYehova.

    (CHORUS)

    Vel’ uqale;

    Zinikele.

    Sukutha-ndabuza;

    Ungaphoswa.

    Themb’ uThixo,

    Ujonge phambili ha-.

    yi ngasemva

    Ngenaxhala.

  2. 2. UYehova;

    Uyakwazi.

    Esikufunayo,

    Sngekamceli.

    Nok’bingathi

    Aklulanga,

    Mthembe nje wena uz’

    z’ncame.

    (CHORUS)

    Vel’ uqale;

    Zinikele.

    Sukuthandabuza;

    Ungaphoswa.

    Themb’ uThixo,

    Ujonge phambili ha-.

    yi ngasemva

    Ngenaxhala.

  3. 3. Qala ngoku

    Kule nkonzo.

    Okuncama ngoku

    Zok’fumana,

    UThix’ uza

    Kukunika nokunye

    Kwihlabathi

    Elizayo.

    (CHORUS)

    Vel’ uqale;

    Zinikele.

    Sukuthandabuza;

    Ungaphoswa.

    Themb’ uThixo,

    Ujonge phambili ha-.

    yi ngasemva

    Ngenaxhala.

    Vel’ uqale;

    Zinikele.

    Sukuthandabuza;

    Ungaphoswa.

    Themb’ uThixo,

    Ujonge phambili ha-.

    yi ngasemva

    Ngenaxhala.

    Vel’ uqale