Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Culela UYehova—Iingoma Ezintsha

 Ingoma 150

Zincame

Zincame

(Mateyu 9:37, 38)

  1. UYehova usinika

    Amathuba okonwaba.

    Usibonise iindlela

    Zokumkhonza sinovuyo.

    (CHORUS)

    Zincame, z’nikele,

    wenzel’ uThixo.

    Apho kufuneka abantu,

    nceda ngothando.

  2. Umsebenzi awupheli.

    Xa sinako siyanceda.

    Sibonisa inkathalo.

    Siyafuna ukunceda.

    (CHORUS)

    Zincame, z’nikele,

    wenzel’ uThixo.

    Apho kufuneka abantu,

    nceda ngothando.

  3. Kwimimandla ekufuphi,

    Sincedisa ekwakheni.

    Sifunda ulwim’ olutsha,

    Sisasaze inyaniso.

    (CHORUS)

    Zincame, z’nikele,

    wenzel’ uThixo.

    Apho kufuneka abantu,

    nceda ngothando.