Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Culela UYehova—Iingoma Ezintsha

 Ingoma 149

Umbulelo Ngentlawulelo

Umbulelo Ngentlawulelo

Dawunlowuda:

(Luka 22:20)

  1. Namhla Yehova Thixo siphambi kwakho,

    Ukuze sibulele ngokus’thanda kwakho.

    Usinik’ uNyana ekuphela kwakhe.

    Asikho isipho esikhulu kuneso.

    (CHORUS)

    Sikhululekile ngoku,

    Kub’ uYesu wasifela.

    Ngeentliziyo zethu,

    siqhubeka sibulela.

  2. Wazincama ngokuz’thandela uYesu.

    Ngothando wasihlaw’lela ngobomi bakhe.

    Sasingenathemba de kwafika yena.

    Ngoku sinethemba lobomi ngenxa yakhe.

    (CHORUS)

    Sikhululekile ngoku,

    Kub’ uYesu wasifela.

    Ngeentliziyo zethu,

    siqhubeka sibulela.