Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Culela UYehova—Iingoma Ezintsha

 Ingoma 147

Ngabakho Yehova

Ngabakho Yehova

Dawunlowuda:

(1 Petros 2:9)

  1. UThixo unoonyana,

    Abathanjisiweyo.

    Ubathenge ngokuba,

    Ekholiswa ngabo.

    (CHORUS)

    Ngabakho Yehova,

    Bakhethekile kuwe.

    Ngothando, Ngomonde,

    Bavakalis’ uzuko lwakho.

  2. Luhlanga olungcwele,

    Olumel’ inyaniso.

    Belusebumnyameni,

    Lwasekukhanyeni.

    (CHORUS)

    Ngabakho Yehova,

    Bakhethekile kuwe.

    Ngothando, Ngomonde,

    Bavakalis’ uzuko lwakho.

  3. Bahlanganis’ izimvu,

    Ngokuthembekileyo.

    Bamamela iMvana.

    Bathembele kuyo.

    (CHORUS)

    Ngabakho Yehova,

    Bakhethekile kuwe.

    Ngothando, Ngomonde,

    Bavakalis’ uzuko lwakho.