I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Culela UYehova—Iingoma Ezintsha

 Ingoma 146

Nakwenzela Mna

Nakwenzela Mna

(Mateyu 25:34-40)

  1. UYesu unazo ezinye izimvu

    ezikhonza kunye nabathanjiswa.

    Ziza kufumana umvuzo omkhulu

    Ngokuxhasa kwazo abathanjiswa.

    (CHORUS)

    “Xa naxhasa bona, nanixhasa mna.

    Xa nanibanceda, naninceda mna.

    Enakwenza kubo nakwenzela mna.

    Nanibanceda, nanindinceda.

    Xa nanceda bona, naninceda mna.”

  2. “Niye nandixhasa xa ndandilambile,

    ekusweleni kwam nanikunye nam.”

    “Siye sakwenza njani na oko Nkosi?”

    INkosi iya kuphendula ithi:

    (CHORUS)

    “Xa naxhasa bona, nanixhasa mna.

    Xa nanibanceda, naninceda mna.

    Enakwenza kubo nakwenzela mna.

    Nanibanceda, nanindinceda.

    Xa nanceda bona, naninceda mna.”

  3. “Khange nindishiye, benishumayela,

    nisebenza kunye nabathanjiswa.”

    INkosi iza kuthi kwizimvu zayo:

    “Wudleni ilifa umhlaba omtsha.”

    (CHORUS)

    “Xa naxhasa bona, nanixhasa mna.

    Xa nanibanceda, naninceda mna.

    Enakwenza kubo nakwenzela mna.

    Nanibanceda, nanindinceda.

    Xa nanceda bona, naninceda mna.”