I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Culela UYehova—Iingoma Ezintsha

 Ingoma 140

Ubomi Bukavulindlela

Ubomi Bukavulindlela

Dawunlowuda:

(INtshumayeli 11:6)

  1. Sivuka ngentseni size silungele

    Ukuy’ entsimini

    emva kokwenza umthandazo.

    Siyabancumela esibabonayo.

    Abanye bayema,

    abanye abemi, as’tyhafi.

    (CHORUS)

    SingabakaThixo;

    Siphilela yena.

    Ibe sohlala simthobela.

    Siyanyamezela,

    Kutshisa, kunetha.

    Le yindlela esithi ngayo: “Nd’yak’thanda.”

  2. Sibuya ilanga seliza kutshona.

    Noba sidiniwe

    siyavuya size s’thandaze.

    Bunjalo ubomi bukavulindlela.

    Sibulel’ uThixo

    ngokusisikelela kwakhe.

    (Chorus)

    SingabakaThixo;

    Siphilela yena.

    Ibe sohlala simthobela.

    Siyanyamezela,

    Kutshisa, kunetha.

    Le yindlela esithi ngayo: “Nd’yak’thanda.”