I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Culela UYehova—Iingoma Ezintsha

 Ingoma 138

UYehova Ligama Lakho

UYehova Ligama Lakho

(INdumiso 83:18)

  1. Thixo uyaphila—

    Nguwe wedwa uMdali

    Emhlabeni uphela—

    Wen’ unguYehova.

    Siyakuxabisa

    Ukuba sebandleni.

    Sishumayela ngawe

    Kuzo zonk’ izizwe.

    (CHORUS)

    Yehova, Yehova,

    UnguThixo wedwa.

    Akakh’ omnye ezulwini

    Kwanasemhlabeni.

    Nguwe wedwa uSomandla

    Kwindalo iphela.

    Yehova, Yehova,

    Nguwe onguThixo wethu.

  2. Uyayiphumeza

    Injongo yakho Thixo,

    Ngokusisebenzisa—

    Wen’ unguYehova.

    Siyavuya kuba

    SingamaNgqina akho.

    Uye wasibabala—

    Singabantu bakho.

    (CHORUS)

    Yehova, Yehova,

    UnguThixo wedwa.

    Akakh’ omnye ezulwini

    Kwanasemhlabeni.

    Nguwe wedwa uSomandla

    Kwindalo iphela.

    Yehova, Yehova,

    Nguwe onguThixo wethu.