BUKA
Inkcazelo
Umfanekiso

(IMizekeliso 3:1, 2)

  1. 1. Yenze eyakho indlela yenyaniso,

    Hlala unamathele kuyo.

    Ngoko thobela imithetho kaThixo,

    Uhambe enyanisweni.

    (CHORUS)

    Yenze eyakho

    Indlela yenyaniso,

    Uhambe kuyo,

    Unamathele

    kwindlela yenyaniso.

  2. 2. Ukuz’ misela nomgudu owenzayo

    Ekukhonzeni uYehova,

    Wokuzisela iintsikelelo zakhe,

    Nolonwabo ebomini.

    (CHORUS)

    Yenze eyakho

    Indlela yenyaniso,

    Uhambe kuyo,

    Unamathele

    kwindlela yenyaniso.

  3. 3. Singabantwana kuYehova uThixo,

    Sifuna ukhokelo lwakhe.

    Ngoko mihla le hamba noThixo wethu,

    Uya kukusikelela.

    (CHORUS)

    Yenze eyakho

    Indlela yenyaniso,

    Uhambe kuyo,

    Unamathele

    kwindlela yenyaniso.