BUKA
Inkcazelo
Umfanekiso

(Yeremiya 1:17)

  1. 1. Kusile.

    Silungele

    Ukuya entsimini.

    Kodwa kumnyama,

    Nemvula iyana.

    Singasuka sizihlalele,

    silale.

    (CHORUS)

    Lungiselela uthandaze,

    Uzophumelela,

    Uzowafumana amandla,

    Vuk’ uhambe.

    Sikhokelwa naziingelosi,

    Zithunywa nguYesu.

    Bakho nabanye abahlobo,

    Soze siwe.

  2.  2. Uvuyo

    Lus’lindele,

    Khumbula ezi zinto.

    UThixo wethu

    Usixabisile,

    Ukhumbula nothando lwethu

    siyazi.

    (CHORUS)

    Lungiselela uthandaze,

    Uzophumelela,

    Uzowafumana amandla,

    Vuk’ uhambe.

    Sikhokelwa naziingelosi,

    Zithunywa nguYesu.

    Bakho nabanye abahlobo,

    Soze siwe.