BUKA
Inkcazelo
Umfanekiso

(Mateyu 16:24)

  1. 1. UYehova usitsalele kuKristu.

    Ngoko singabafundi bakhe.

    Uyasikhanyisela

    Ngolwazi lwenyaniso.

    Lomeleza ukholo

    Lwethu kuMdali wethu.

    (CHORUS)

    Sizinikele kuThixo ngentliziyo.

    Siyamthanda uThixo noYesu.

  2. 2. Sisondela kuYehova ngomthandazo.

    Sizimisele ukumkhonza.

    Sikuvuyela gqitha

    Ukwazisa abantu

    NgoThixo oluthando

    Nangolawulo lwakhe.

    (CHORUS)

    Sizinikele kuThixo ngentliziyo.

    Siyamthanda uThixo noYesu.