BUKA
Inkcazelo
Umfanekiso

(IMizekeliso 27:11)

  1. 1. Thixo wethu sithembisa,

    Ukwenza intando yakho,

    Size sikwenze uvuye,

    Uzidle ngabantu bakho.

  2. 2. Sithi enkosi Yehova.

    Ngalo ikhoboka lakho.

    Liyasondla ngeemfundiso,

    Ze sihlale somelele.

  3. 3. Sinike umoya wakho,

    Wona uza kusinceda,

    Size sibe neziqhamo,

    Eziya kukuvuyisa.