BUKA
Inkcazelo
Umfanekiso

(INdumiso 55)

  1. 1. Yehova ndiyakucela

    nceda undimamele.

    Ndiyagcuma ngaphakathi

    ndincede ndingoyiki.

    (CHORUS)

    Lahlel’ umthwalo kuThixo,

    Ngothando wokuxhasa.

    Akasayi kukushiya,

    Wokunika amandla.

  2. 2. Ukuba bendilihobe,

    Bendakubhabha ndimke,

    Ukuze ndikhuseleke

    Kwabandithiyileyo.

    (CHORUS)

    Lahlel’ umthwalo kuThixo,

    Ngothando wokuxhasa.

    Akasayi kukushiya,

    Wokunika amandla.

  3. 3. Sizimela ngawe Thixo,

    nceda usikhusele.

    Nceda usiphe amandla.

    Kwanoxolo lwengqondo.

    (CHORUS)

    Lahlel’ umthwalo kuThixo,

    Ngothando wokuxhasa.

    Akasayi kukushiya,

    Wokunika amandla.