BUKA
Inkcazelo
Umfanekiso

(Hebhere 10:38, 39)

  1. 1. Kudala UYa wasebenzisa

    Abantu ekuthetheni.

    Ngoku uthethe ngoNyana wakhe

    Esithi, ‘Guqukani.’

    (CHORUS)

    Simele sibe nokholo

    Oluya kusisindisa.

    Bonisa ngemisebenzi

    Uk’ba nawe unalo ukholo.

  2. 2. Sishumayela ngoBukumkani

    Ngokomyalelo kaYesu.

    Ngesibindi sazisa ngethemba

    Kubo bonke abantu.

    (CHORUS)

    Simele sibe nokholo

    Oluya kusisindisa.

    Bonisa ngemisebenzi

    Uk’ba nawe unalo ukholo.

  3. 3. Ngenxa yokholo sishumayela

    Ngamandla nangesibindi.

    UThixo wethu uyasinceda

    Sijonge emvuzweni.

    (CHORUS)

    Simele sibe nokholo

    Oluya kusisindisa.

    Bonisa ngemisebenzi

    Uk’ba nawe unalo ukholo.