Ingxelo yeBhayibhile ekuEksodus 3 ukuya ku-15 ikwenza ubone ukuba uThixo owahlukanisa uLwandle Olubomvu unokukunceda nawe ukuba unokholo ibe uqhubeka unyamezela.

Ithathwe kwiEksodus 3:​1-22; 4:​1-9; 5:​1-9; 6:​1-8; 7:​1-7; 14:​5-10, 13-31; 15:​1-21