Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ukuphila Ngemigaqo YeBhayibhile

ILizwi LikaThixo lisinceda sicinge size siphile ngemigaqo. Hlola eminye imizekelo ebonisa ubunzulu bobulumko obuseBhayibhileni.

Fumana Abahlobo Kwiindawo Ezingalindelekanga

Iqhelekile into yokuba ufune ukuba nabahlobo. Xa ufuna abahlobo abafanelekileyo, yiyiphi imigaqo yeBhayibhile enokukunceda ubakhethe kakuhle?

UYehova UThixo Uya Kukunceda

Akuyomfuneko ukuba ufezeke ukuze ukhonze uThixo. Inyaniso yile, uThixo ufuna uphumelele ibe uza kukuxhasa aze akuncede.