Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Khumbulani UmkaLote

Isilumkiso sikaYesu sakwiminyaka ephantse ibeyi-2 000 eyadlulayo sibaluleke kakhulu kunanini na ngaphambili. Bona indlela uBrian noGloria abafunda ngayo ukukhusela intsapho yabo kwiingozi uYesu awayelumkise ngazo.

Khumbulani UmkaLote​—Isiqendu 1

Le ntsapho yamaKristu izifumana njani sele ingazi nokuba inqule uThixo okanye ileqeke emva kobutyebi?

Khumbulani UmkaLote​—Isiqendu 2

Yintoni enokusivala amehlo de singabi namqolo xa kufuneka simele imithetho kaThixo nendlela efanelekileyo yokuziphatha?

Khumbulani UmkaLote—Isiqendu 3

UYesu wasibalisela ngabo ukuze sifunde. Ngewayeyiphephile yonke le nto umkaLote. Ibe nathi singayiphepha.