I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

“Sinethemba Loko Singakuboniyo”

“Sinethemba Loko Singakuboniyo”

“Sinethemba Loko Singakuboniyo”

Indoda yamandulo egama linguYobhi yehlelwa luthotho lwezinto ezibuhlungu ezazinokumenza ayeke ukukhonza uThixo. Khawubukele le ntsapho yakwaBhaduza ephila kule mihla njengoko isehlelwa ziintlungu ezifanayo. Ekugqibeleni, yintoni eyinceda ikwazi ukubuyela endleleni?