I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

“Sinethemba Loko Singakuboniyo”

USathana uzimisele ukusiyekisa ukukhonza uThixo nokusenza siphelelwe lithemba. Sinokwenza njani ukuze siqhubeke simkhonza uThixo kwaye singaphazamiseki?

“Sinethemba Loko Singakuboniyo”—Intshayelelo

Intsapho yale mihla ijongene nezilingo ezifana nezo zibhalwe kwincwadi kaYobhi. Iimvavanyo ezisifikelayo, ezifana nezale ntsapho, sinokuzinyamezela xa sincedwa nguYehova.

“Sinethemba Loko Singakuboniyo”

Le vidiyo ibangel’ umdla iza kukunceda uqhubeke umkhonza uThixo kwaye ulibambe ungaliyeki ithemba onalo.