Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

AmaNgqina KaYehova—Ashumayela Iindaba Ezilungileyo Ngolungelelwano

AmaNgqina kaYehova sele eneminyaka engaphezu kweyi-100 eshumayela iindaba ezilungileyo ngolungelelwano. Ezi ndaba zishunyayelwa ngeelwimi ezininzi kumazwe angaphezu kwayi-200. Kutheni kufuneka wenziwe lo msebenzi? Wenziwa njani ehlabathini lonke? Le vidiyo iphendula le mibuzo ngokuqwalasela umsebenzi wethu owenziwa ehlabathini lonke.