Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Khangela

AmaNgqina KaYehova

Khetha ulwimi IsiXhosa

Ucwangciso LweNdibano Yengingqi ka-2018

Ucwangciso lweNdibano yengingqi yamaNgqina kaYehova ka-2018 ethi ‘Yiba Nesibindi’!

NgoLwesihlanu

Ucwangciso lwangoLwesihlanu luthathwe kuYoshuwa 1:7—“Yiba nesibindi womelele kakhulu.”

NgoMgqibelo

Singalithetha njani ilizwi likaThixo ngesibindi?

NgeCawa

Iziganeko Ezizayo Eziza Kufuna Sibe Nesibindi.

Inkcazelo

Fumana ulwazi oludingayo ngendibano yengingqi.