Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ucwangciso Lwendibano Yesiphaluka Ka-2017-2018​—Kunye Nomveleli Wesiphaluka

Mamela Iimpendulo Zale Mibuzo

Mamela Iimpendulo Zale Mibuzo
  1. Kutheni kunzima ukwenza okuhle? (1 Pet. 5:8; Roma 12:2; 7:21-25)

  2. Kuthetha ukuthini ukuhlwayela inyama, kwaye sinokukuphepha njani? (Gal. 6:8)

  3. Sifanele senzele bani “okulungileyo”? (Gal. 6:10)

  4. Singawuhlwayela njani umoya? (Gal. 6:8)

  5. Siza kuvuna ntoni ukuba asidinwa? (Gal. 6:9)