Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

Khetha ulwimi IsiXhosa

Ucwangciso Lwendibano Yesiphaluka Ka-2017-2018​—Kunye Nomzalwana Osuka Kwisebe

Fumana ucwangciso lwendibano yesiphaluka, eneentetho ezinikelwa ngumzalwana osuka kwisebe.

Ungayeki Ukuthobela UMthetho KaKristu!

Kule ndibano kuza kuchazwa ukuba uyintoni uMthetho kaKristu nendlela esinokuwuthobela ngayo.

Mamela Iimpendulo Zale Mibuzo

Le mibuzo iza kubuzwa ize iphendulwe kwiintetho zendibano.