I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Sondela KuYehova

 ICANDELO 3

“Ulumkile Entliziyweni”

“Ulumkile Entliziyweni”

Ubulumko bokwenene bubobunye bobona buncwane buxabisekileyo unokubufuna. NguYehova kuphela ongumthombo wabo. Kweli candelo siza kuhlolisisa ubulumko obungasikelwanga mda bukaYehova uThixo, lowo indoda ethembekileyo uYobhi yathi ngaye: “Ulumkile entliziyweni.”—Yobhi 9:4.

KWELI CANDELO

ISAHLUKO 17

‘Hayi Ubunzulu Bobulumko BukaThixo!’

Kutheni ubulumko bukaThixo busogqitha nkqu nolwazi nokuqonda kwakhe?

ISAHLUKO 18

Ubulumko ‘Elizwini LikaThixo’

Kwakutheni ukuze uThixo asebenzise abantu ukubhala iBhayibhile kunokuba asebenzise iingelosi okanye ayibhale ngokwakhe?

ISAHLUKO 19

“Ubulumko BukaThixo Kwimfihlelo Engcwele”

Yintoni imfihlelo engcwele uThixo awayekade eyifihlile kodwa eye yaziswa?

ISAHLUKO 20

“Ulumkile Entliziyweni”—Ukanti Uthobekile

INkosi enguMongami yendalo iphela uthobeke njani?

ISAHLUKO 21

UYesu Utyhila “Ubulumko Obuvela KuThixo”

Kwakutheni ukuze amajoni awayethunywe ukuba abambe uYesu abuye ephaca ngenxa yeemfundiso zikaYesu?

ISAHLUKO 22

Ngaba “Ubulumko Obuvela Phezulu” Buyasebenza Ebomini Bakho?

IBhayibhile ineengongoma ezine ezisinceda sibe nobulumko.