I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Phulaphula UThixo Uze Uphile Ngonaphakade

UMdali ufuna ukusikhokhela, ukusikhusela nokusisikelela.

Intshayelelo

Ngenxa yokuba ebathanda abantu, uThixo usifundisa indlela efanelekileyo esinokuphila ngayo.

Simphulaphula Njani UThixo?

Kufuneka sazi ukuba senze ntoni sazi nokuba ngubani onokusinceda.

Ngubani UThixo Oyinyaniso?

Sinokufunda ukuba ngubani igama lakhe nangezinye iimpawu anazo.

Babunjani Ubomi EParadesi?

Inxalenye yokuqala yeBhayibhile iyayichaza.

Baphulaphula USathana—Waba Yintoni Umphumo?

Kwaqalisa ukwenzeka izinto ezimbi.

UMkhukula—Ngoobani Abaphulaphulayo? Ingoobani Abangazange Baphulaphule?

Nguwuphi umahluko owawubonakala kwindlela abantu ababecinga ngayo?

Sifunda Ntoni KuMkhukula?

Asiyombali nje yakudala.

Wayengubani UYesu?

Kutheni kubalulekile ukuba simazi?

Ukufa KukaYesu Kuthetha Ntoni Kuwe?

Kwenza amathemba amahle azaliseke.

Iza Kubakho Nini IParadesi?

IBhayibhile isixelela ngezinto eziza kwenzeka xa ikufuphi.

Ngaba UYehova Uyasiphulaphula?

Ziintoni onokuthetha naye ngazo?

Yintoni Enokuba Negalelo Kulonwabo Lwentsapho?

UMdali wentsapho usinika awona macebiso esinokuwasebenzisa.

Simele Senze Ntoni Ukuze Sikholise UThixo?

Kukho izinto ezithile azithiyileyo nezinto azithandayo.

Unokukubonisa Njani Ukunyaniseka KuYehova?

Ukunqwenela ukunyaniseka kunokuchaphazela izigqibo ozenzayo.