Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Iindaba Ezilungileyo Ezivela KuThixo!

Ngaba UThixo Unalo Igama?

Ngaba UThixo Unalo Igama?

UThixo unezibizo ezininzi, ezinye zazo nguSomandla, uMdali nesithi Nkosi. (Yobhi 34:12; INtshumayeli 12:1; Daniyeli 2:47) Kodwa ngaba likho igama azithiye lona?