Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Iindaba Ezilungileyo Ezivela KuThixo!

Sinokuqiniseka Njani Ukuba IBhayibhile Ithetha Inyani?

Sinokuqiniseka Njani Ukuba IBhayibhile Ithetha Inyani?

IBhayibhile ithi ‘ililizwi likaThixo’ futhi ‘uThixo akanakuxoka.’ (1 Tesalonika 2:13; Tito 1:2) Ngaba kunjalo nyhani, okanye iBhayibhile iyincwadi nje eneentsomi namabali?