I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Buyela KuYehova

UYehova ukhangela imvu yakhe elahlekileyo, yaye uyakumema ukuba ubuyele kuye.

Ileta Evela KwiQumrhu Elilawulayo

Le leta ivela kwiQumrhu Elilawulayo iya kubakhonzi bakaThixo abaye bawushiya umhlambi.

INXALENYE 1

“Elahlekileyo Ndiya Kuyifuna”

Ngaba kuThixo imvu elahlekileyo nguncanyelweni?

INXALENYE 2

Ixhala—‘Lisenza Sibandezeleke Ngandlela Zonke’

Ukuba ukhathazwa kukuba ungasakwazi ukumenzela oko wawumenzela kona uYehova, ikho into enokukunceda ufumane amandla akhe.

INXALENYE 3

Ukukhubeka—Xa ‘Sinesizathu Sokukhalaza’

Mithathu imigaqo yeBhayibhile enokukunceda xa uvakalelwa kukuba omnye umKristu ukonile.

INXALENYE 4

Umvandedwa—‘Ndihlambulule Kwisono Sam’

Unokusifumana njani isazela esicocekileyo?

INXALENYE 5

Buyela ‘Kumalusi Nomveleli Womphefumlo Wakho’

Ukuba ndifuna ukubuyela kuYehova, ndiqale phi? Liza kuthini ibandla xa lindibona?

Umqukumbelo

Ngaba akho amaxesha amnandi owakhumbulayo ngoxa wawukunye nabantu bakaYehova?