Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Incwadi Yonyaka YamaNgqina KaYehova Ka-2017

Switzerland

Ukushumayela Nokufundisa Ehlabathini Lonke

Ukushumayela Nokufundisa Ehlabathini Lonke

 EMHLABENI WONKE

  • AMAZWE 240

  • ABAVAKALISI 8 340 847

  • IIYURE EZICHITHWE ENTSIMINI 1 983 763 754

  • IZIFUNDO ZEBHAYIBHILE 10 115 264

KWELI CANDELO

EAfrika

Funda amava abantu neembalasane zomsebenzi owenziwa ngamaNgqina KaYehova eGhana, eGuinea-Bissau, eLiberia, eMalawi, eTogo naseSierra Leone.

Amazwe AseMerika

Amava aseBrazil, eHaiti, eMexico, eMerika naseVenezuela.

EAsia NakuMbindi Mpuma

Iimbalasane zaseHong Kong, eMongolia, kwiiPhilippines naseSri Lanka.

EYurophu

Funda ngamava aseAzerbaijan, eBritani, eBulgaria, eGeorgia, eDenmark, eHungary, eNorway naseUkraine.

EOceania

Iimbalasane namava aseOstreliya, eGuam, eNew Caledonia, ePapua New Guinea naseTimor-Leste.