I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Incwadi Yonyaka YamaNgqina KaYehova Ka-2016

Ukushumayela Nokufundisa Ehlabathini Lonke

Ukushumayela Nokufundisa Ehlabathini Lonke

 EMHLABENI WONKE

  • AMAZWE 240

  • ABAVAKALISI 8 220 105

  • IIYURE EZICHITHWE ENTSIMINI 1 933 473 727

  • IZIFUNDO ZEBHAYIBHILE 9 708 968

KWELI CANDELO

EAfrika

Ziziphi iindlela ezintsha ezisetyenziswa ngamaNgqina xa eshumayela iindaba ezilungileyo?

KuMntla NakuMzantsi Merika

Kwakutheni ukuze elinye ibhinqa liqhutyelwe isifundo ethafeni lilayite ikhandlela? Kwakutheni ukuze inkosi yamaIndiya aseMerika ekhohlakeleyo ilinde amaNgqina kaYehova? Ibe kwakutheni ukuze owayesakuba ngumtshutshisi akhale?

EAsia NakuMbindi-Mpuma

Ayikho into ethintela abavangeli boBukumkani—isiphene nkqu nokuvalelwa entolongweni.

EYurophu

Indoda eliRoma, ibanjwa nebhinqa, bonke bacinga ngokuzibulala yaye bachukunyiswa ziindaba ezilungileyo abazivayo.

EOceania

Iitafile zeencwadi, iinqwelo zokushumayela, iwebhsayithi ijw.org/xh neevidiyo ezifundisa ngoThixo zityala imbewu yenyaniso kubantu abaninzi!