I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Incwadi Yonyaka YamaNgqina KaYehova Ka-2016

 IIMBALASANE ZONYAKA ODLULILEYO

INguqulelo Yehlabathi Elitsha Ngeelwimi Ezingakumbi

INguqulelo Yehlabathi Elitsha Ngeelwimi Ezingakumbi

UKUSUSELA ngoAgasti 31, 2015, iNguqulelo Yehlabathi Elitsha iye yaguqulelwa yonke okanye inxalenye yayo ngeelwimi eziyi-129. Le Bhayibhile iyafumaneka nakwi-jw.org ngeelwimi eziyi-129, kunye nezisixhenxe zentetho yezandla. Nanga amahlelo akhululwe kunyaka wenkonzo ka-2015: