I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Incwadi Yonyaka YamaNgqina KaYehova Ka-2016

 IIMBALASANE ZONYAKA ODLULILEYO

Kuya Kukhanya Ngokukhanya

Kuya Kukhanya Ngokukhanya

KUBA abakhonzi bokwenyaniso beqonda ukuba uYehova nguMthombo wokukhanya kokomoya, bathandaza ngenzondelelo becela ukukhokelwa ‘kukukhanya nayinyaniso’ yakhe. (INdu. 43:3) Ngoxa ihlabathi likwintsunguzi yobumnyama, uThixo wenyaniso uqhubeka ebakhanyisela abantu bakhe. Ngenxa yoko indlela yabo ‘injengokukhanya okuqaqambileyo okuya kukhanya ngokukhanya de kube semini emaqanda.’ (IMize. 4:18) Ukukhanya okuvela kuYehova kuqhubeka kukhanyisa indlela yabo entlanganweni, kwiimfundiso nakwimibandela yokuziphatha. Zeziphi ezinye zeenkolelo zethu eziye zacaciswa kule minyaka yakutshanje?