Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IMBONISELO JULAYI 2015

Indlela Yokumelana Namaxhala

Izigidi zabantu zifumana iintlekele neengxaki, kodwa abanye bamelana nazo ngcono kunabanye. Bakwenza njani oko?

INQAKU ELINGUMXHOLO

Zininzi Izinto Ezixhalabisayo!

Uphando lubonisa ukuba nokuxhalaba kancinane kukubeka esichengeni sokufa ngaphambi kwexesha. Ungamelana njani nako?

INQAKU ELINGUMXHOLO

Ukuxhalatyiswa Yimali

Enye indoda yakwazi ukunyamekela intsapho yayo nangona amaxabiso ezinto eziyimfuneko antinga ngokoyikisayo.

INQAKU ELINGUMXHOLO

Ukuxhalatyiswa Yintsapho

Ibali lokushiywa kwelinye ibhinqa, uqhawulo-mtshato, ukuziphilela nokufunda oko kuthethwa kukuba nokholo.

INQAKU ELINGUMXHOLO

Ukuxhalatyiswa Ziingozi

Singamelana njani neemfazwe, ulwaphulo-mthetho, ungcoliseko, ukutshintsha kwemozulu, nezifo ezigqugqisileyo?

IBHAYIBHILE IYABUTSHINTSHA UBOMI BABANTU

Ndaye Ndisiba Nguncanyelweni

UStephen McDowell wayelityendye elinoburhalarhume, kodwa ubomi bakhe batshintshwa bubugwinta obabungenziwanga nguye.

Ngaba Nyhani Singamkholisa UThixo?

Impendulo sinokuyifumana ngokuhlola ingxelo kaYobhi, kaLote, nekaDavide nabenza iimpazamo ezinkulu.

Ngaba Ubusazi?

Ayesetyenziswa njani amatye okuguba mandulo? Libhekisela entwenini ibinzana elithi ‘ukungqendeva esifubeni’?

Iimpendulo Zemibuzo YeBhayibhile

Ngaba buya kuze buphele ubungendawo?

Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi

Ngaba UThixo Angandinceda Xa Ndithandaza?

Ngaba uThixo uzikhathalele iingxaki zethu?