I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IMBONISELO JUNI 2015

Ngaba Isayensi Ithathe Indawo YeBhayibhile?

Ngaba ziyaphikisana okanye ziyangqinelana?

Indlela Isayensi Ebuchaphazela Ngayo Ubomi Bakho

“Isayensi ingqina [njani] ukuba uThixo akakho.”?

Ukusilela Kwesayensi

Imbali yesayensi yenza uCarl Sagan wathi, “enoba umntu angakrelekrele kangakanani na, oko akuthethi kuthi soze aphazame.”

Ukonwaba Ngoxa Usaluphala

IBhayibhile inamacebiso amathandathu anokukunceda wonwabe ngoxa usaluphala.

Ilifa Lezizukulwana Ezisixhenxe

UKevin Williams ubalisa imbali echukumisayo yokuzimisela kwentsapho yakhe ekukhonzeni uThixo wenyaniso uYehova.

Ngubani Umchasi-Kristu?

Ngaba uza kubakho kwixesha elizayo, okanye kudala ekho?

Iimpendulo Zemibuzo YeBhayibhile

Unokubakhulisa njani abantwana abaqeqesheke kakuhle?

Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi

Ngaba IBhayibhile Ibhalwe Ngobulumko Babantu?

Khawuve ukuba iBhayibhile ithini xa izithethelela.