I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IMBONISELO MATSHI 2015

 INQAKU ELINGUMXHOLO | UYESU USISINDISA ENTWENINI?

Isikhumbuzo Sokufa KukaYesu—Nini Yaye Phi?

Isikhumbuzo Sokufa KukaYesu—Nini Yaye Phi?

Kubusuku bangaphambi kokuba afe, uYesu wayalela abafundi bakhe ukuba bakhumbule ukufa kwakhe. Wathi kubo: “Hlalani nisenza oku nindikhumbula.”—Luka 22:19.

Kulo nyaka, iSikhumbuzo sokufa kukaYesu siza kuba semva kokutshona kwelanga, ngoLwesihlanu, Aprili 3. AmaNgqina kaYehova amema wena nentsapho yakho ukuba niye kumamela intetho eza kuchaza isizathu sokuba ukufa kukaYesu kubalulekile nendlela okunokukunceda ngayo.

 

Funda Okungakumbi

ISikhumbuzo Sokufa KukaYesu

Nyaka ngamnye izigidi zabantu ziyadibana ukuze zenze isikhumbuzo sokufa kukaYesu. Uyamenywa ukuba ubekho ukuze ufunde indlela esi siganeko sibalulekileyo esikuchaphazela ngayo.